Sathi esesixhenxe isithunywa savuthela ixilongo; kwabakho amazwi amakhulu emazulwini, esithi:Izikumkani zehlabathi zithe zaba zezeNkosi yethu nezikaKristu* wayo.Wayeya kuba nguKumkani kuse emaphakadeni asemaphakadeni.