Isityhilelo 1:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna Yohane, endikwangumzalwana wenu, nedlelane nani ngayo imbandezelo, nangabo ubukumkani, nangonyamezelo lukaYesu Kristu, ndaye ndisesiqithini ekuthiwa yiPatmos, ngenxa yelizwi likaThixo, nangenxa yobungqina bukaYesu Kristu.

Isityhilelo 1

Isityhilelo 1:3-17