Mna ndinguAlfa no-Omega, owokuqala nowokugqibela. Okubonayo kubhale encwadini, ukuthumele kuwo amabandla asixhenxe aseAsiya: e-Efese, eSmirna, ePergamo, eTiyatira, eSardesi, eFiladelfi, eLawodike.