Inumeri 9:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngomhla wokumiswa komnquba, ilifu lawusibekela umnquba wentente yesingqino; ngokuhlwa lanjengembonakalo yomlilo phezu komnquba, kwada kwasa.

Inumeri 9

Inumeri 9:9-23