Inumeri 8:15 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Emveni koko bongena abaLevi, basebenze ententeni yokuhlangana; ubahlambulule ke, ubatshangatshangise, babe ngumtshangatshangiso.

Inumeri 8

Inumeri 8:11-16