umbingeleli amfungise, athi kumfazi, Ukuba akuthanga kulale ndoda nawe, nokuba akuthanga unxaxhele ebunqambini, Ășnendoda yakho, yiba msulwa kula manzi obukrakra esiqalekiso.