Inumeri 31:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ababulala ookumkani bamaMidiyan ndawonye nababuleweyo babo, uEvi, noRekem, noTsure, noHure, noRebha, ookumkani abahlanu bamaMidiyan; noBhileham, unyana kaBhehore, ambulala ngekrele.

Inumeri 31

Inumeri 31:1-16