Inumeri 31:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Babazisa abathinjiweyo, namaxhoba, nempahla ephangiweyo, kuMoses nakuElazare umbingeleli, nakwibandla loonyana bakaSirayeli eminqubeni, ezinkqantosini zakwaMowabhi, ezingaseYordan malunga neYeriko.

Inumeri 31

Inumeri 31:3-22