Inumeri 3:8-10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

bazigcine iimpahla zonke zentente yokuhlangana, nesigxina soonyana bakaSirayeli, ukuba basebenze umsebenzi womnquba. Wòmnika abaLevi uAron noonyana bakhe, abanikwe banikwa ngoonyana bakaSirayeli; ooAron noonyana bakhe ubenze bavelele babugcine ububingeleli babo. Owasemzini osondelayo makabulawe.

Inumeri 3

Inumeri 3:5-18