Bawisele umthetho oonyana bakaSirayeli, uthi kubo, Umsondezo wam, isonka sam sokudla kwasemlilweni, ivumba elithozamisayo kum, nòkugcina ukuwusondeza kum ngexesha lawo elimisiweyo.