Inumeri 26:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Oonyana bakaEliyabhi nguNemuweli noDatan noAbhiram. Nguloo Datan noAbhiram babizwayo libandla, baphikisana noMoses noAron ebandleni likaKora, ekuphikisaneni kwabo noYehova;

Inumeri 26

Inumeri 26:1-10