Inumeri 26:37 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yiyo leyo imizalwane yoonyana bakaEfrayim, ngokwababalwáyo kubo; amashumi omathathu anamabini amawaka, anamakhulu mahlanu. Ngabo abo oonyana bakaYosefu ngokwemizalwane yabo.

Inumeri 26

Inumeri 26:29-42