Inumeri 26:35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngabo aba oonyana bakaEfrayim ngokwemizalwane yabo: nguShutela ozala amaShutela; nguBhekere ozala amaBhekere; nguTahan ozala amaTahan.

Inumeri 26

Inumeri 26:33-41