Inumeri 26:33 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke uTselofehadi, unyana kaHefere, ebengenanyana; waye eneentombi zodwa. Amagama eentombi zikaTselofehadi nguMala, noNoha, noHogela, noMilka, noTirtsa.

Inumeri 26

Inumeri 26:25-34