Inumeri 25:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwabonakala ke indoda yakoonyana bakaSirayeli, ifika isondeza kubazalwana bayo umMidiyanekazi emehlweni kaMoses, nasemehlweni ebandla lonke loonyana bakaSirayeli, ababelila emnyango wentente yokuhlangana.

Inumeri 25

Inumeri 25:1-10