Inumeri 23:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uBhileham kuBhalaki, Yima wena ngasedinini lakho elinyukayo, ndihambe mna; mhlawumbi uYehova woza kundihlangabeza, nelizwi asukuba endibonisa lona ndokuxelela ke. Waya eluqhayini.

Inumeri 23

Inumeri 23:1-4