Inumeri 23:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UThixo akamntu ukuba athethe amanga,Akanyana waluntu ukuba azohlwaye.Etshilo nje yena, akayi kwenza na?Ethethile nje, akayi kufeza na?

Inumeri 23

Inumeri 23:17-23