Inumeri 23:13 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uBhalaki kuye, Khawuze siye ndaweni yimbi, apho uya kubabona; wobona isiphelo sabo sodwa, ungababoni bonke bephela; undiqalekisêle ke bona apho.

Inumeri 23

Inumeri 23:3-20