Inumeri 22:8 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi kuwo, Lalani apha ngobu busuku; ndoninika ilizwi, njengoko uYehova aya kuthetha kum. Bahlala ke abathetheli abo bakwaMowabhi noBhileham.

Inumeri 22

Inumeri 22:1-18