Inumeri 22:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathuma abathunywa kuBhileham, unyana kaBhehore, ePehore, esemlanjeni welizwe loonyana babantu bakowabo, ukuba bambize bathi, Yabona, kuphume abantu eYiputa; nabo bebugubungele ubuso belizwe, behleli malungana nam.

Inumeri 22

Inumeri 22:4-14