Inumeri 22:41 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngomso, uBhalaki wamthabatha uBhileham, wamnyusa wamsa ezigangeni zikaBhahali.* Wabona khona wada wesa ekupheleni kwabantu.

Inumeri 22

Inumeri 22:39-41