Inumeri 22:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wafika uThixo kuBhileham ebusuku, wathi kuye, Ukuba la madoda afike kuwe eza kukubiza, suka uhambe nawo; ke ilizwi endolithetha kuwe, uze wenze lona lodwa.

Inumeri 22

Inumeri 22:11-25