Inumeri 22:1-2 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

1. Banduluka oonyana bakaSirayeli, baya bamisa ezinkqantsoni zakwaMowabhi phesheya kweYordan, malunga neYeriko.

2. Wakubona uBhalaki, unyana kaTsipore, konke abekwenzile uSirayeli kuma-Amori.

Inumeri 22