Inumeri 21:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kuba iHeshbhon ngumzi wakwaSihon, ukumkani wama-Amori, owalwa nokumkani wakwaMowabhi wangaphambili, walihlutha lonke ilizwe lakhe kuye, kwesa eArnon.

Inumeri 21

Inumeri 21:19-32