Inumeri 21:23 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Akawavumela uSihon amaSirayeli ukuba acande emdeni wakhe. USihon wahlanganisa bonke abantu bakhe, waphuma waya kuwahlangabeza amaSirayeli entlango, wafika eYatsa, walwa namaSirayeli.

Inumeri 21

Inumeri 21:21-25