Inumeri 20:5 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yini na ukuba nisinyuse eYiputa, nisizise kule ndawo imbi kangaka? Asindawo yambewu, namakhiwane, namidiliya, nazirharnate, tu namanzi okusela!

Inumeri 20

Inumeri 20:1-6