Inumeri 20:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Bathi oonyana bakaSirayeli kuye, Sonyuka ngomendo. Ukuba sithe sasela amanzi akho, mna nemfuyo yam, ndokuhlawulela. Akukho nto, ndocanda nje kodwa, ndihamba ngeenyawo.

Inumeri 20

Inumeri 20:17-24