Inumeri 20:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuMoses nakuAron, Ngokokuba ningakholwanga kum, ukuba nindingcwalise emehlweni oonyana bakaSirayeli, ngoko aniyi kusingenisa esi sikhungu ezweni endibanika lona.

Inumeri 20

Inumeri 20:2-20