Inumeri 18:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Mna ke, yabona, ndibathabathile abazalwana benu, abaLevi, phakathi koonyana bakaSirayeli; nibanikiwe bangumnikelo kuYehova wokusebenza umsebenzi wentente yokuhlangana.

Inumeri 18

Inumeri 18:1-14