Inumeri 18:20 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuAron, Ezweni labo akuyi kuba nalifa, akuyi kuba nasabelo phakathi kwabo; ndisisabelo sakho nelifa lakho phakathi koonyana bakaSirayeli.

Inumeri 18

Inumeri 18:15-23