Inumeri 17:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathetha ke uMoses koonyana bakaSirayeli; zonke iinkulu zabo zamnika iintonga nganye, intonga yanye kwinkulu, ngokwezindlu zooyise, zalishumi elinambini iintonga. Intonga ka-Aron yabe iphakathi kweentonga zazo.

Inumeri 17

Inumeri 17:1-11