42. Kwathi ekubizelweni ndawonye kwebandla ngoMoses nangoAron, babheka ententeni yokuhlangana. Nalo ilifu liyisibekele babonakala ubuqaqawuli bukaYehova.
43. Beza ooMoses noAron phambi kwentente yokuhlangana.
44. Wathetha uYehova kuMoses, esithi,
45. Sukani phakathi kweli bandla, ndiligqibele ngephanyazo. Bawa ngobuso.