Inumeri 16:19 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

UKora walibizela ndawonye ngabo ibandla lonke emnyango wentente yokuhlangana. Babonakala ubuqaqawuli bukaYehova kwibandla lonke.

Inumeri 16

Inumeri 16:18-24