Inumeri 15:30 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ke yena owenza ngesandla esiphakamileyo kwabazalelwe kuloo ndawo nakubaphambukeli, yena uyamnyelisa uYehova; loo mphefumlo ke wonqanyulwa, ungabikho phakathi kwabantu bakowawo.

Inumeri 15

Inumeri 15:22-31