Inumeri 14:9 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kodwa musani ukugwilika kuYehova, musani ukuboyika abantu belo zwe nina; kuba bakukudla kwethu. Umkile umthunzi wabo kubo, uYehova unathi; musani ukoyika.

Inumeri 14

Inumeri 14:7-10