Inumeri 13:7-12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

7. kwisizwe sakwaIsakare, ibinguIgali, unyana kaYosefu;

8. kwisizwe sakwaEfrayim, ibinguHosheya, unyana kaNun;

9. kwisizwe sakwaBhenjamin, ibinguPalti, unyana kaRafu;

10. kwisizwe sakwaZebhulon, ibinguGadiyeli, unyana kaSodi;

11. kwisizwe sakwaYosefu, esisisizwe sakwaManase, ibinguGadi, unyana kaSusi;

12. kwisizwe sakwaDan, ibinguAmiyeli, unyana kaGemali;

Inumeri 13