Inumeri 13:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wawathuma ke uMoses, esentlango yaseParan, ngokomlomo kaYehova, onke loo madoda, eziintloko zoonyana bakaSirayeli.

Inumeri 13

Inumeri 13:1-4