Inumeri 13:26 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Eza afika kuMoses, nakuAron, nakwibandla lonke loonyana bakaSirayeli, entlango yaseParan eKadeshe; azisa ilizwi kubo, nakwibandla lonke, ababonisa neziqhamo zelizwe elo.

Inumeri 13

Inumeri 13:16-31