Inumeri 11:4 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Indibandiba ephakathi kwabo yakhanuka ikhanukile; babuya balila oonyana bakaSirayeli, bathi, Ngubani na oya kusinika inyama sidle.

Inumeri 11

Inumeri 11:1-13