Inumeri 11:34-35 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

34. Kwathiwa igama laloo ndawo yiKibroti-hatahava;* ngokuba bangcwatyelwa khona abantu abakhanukáyo.

35. Banduluka abantu eKibroti-hatahava, baya eHatseroti, baba seHatseroti.

Inumeri 11