Inumeri 11:16 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Wathi uYehova kuMoses, Hlanganisela kum amadoda abe ngamashumi osixhenxe kumadoda amakhulu akwaSirayeli, owaziyo ukuba ngamadoda amakhulu abantu, ababhali babo; uwazise ententeni yokuhlangana, eme khona nawe.

Inumeri 11

Inumeri 11:6-22