Inumeri 10:11 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Kwathi ngomnyaka wesibini, ngenyanga yesibini, ngolwamashumi omabini enyangeni leyo, lenyuswa lemka ilifu phezu komnquba wesingqino.

Inumeri 10

Inumeri 10:1-20