Inumeri 1:36 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Koonyana bakaBhenjamin, inzala yabo ngokwemizalwane yabo, ngokwenzindlu zooyise, ngenani lamagama, bethabathela kominyaka imashumi mabini ezelwe, banyuse, bonke abaphuma umkhosi:

Inumeri 1

Inumeri 1:30-37