Inumeri 1:22 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Koonyana bakaSimon, inzala yabo ngokwemizalwane yabo, ngokwezindlu zooyise, ababalwa kubo ngenani lamagama, ngokweentloko zabo, yonke into eyindoda ethabathela kominyaka imashumi mabini ezelwe, inyuse, bonke baphuma umkhosi:

Inumeri 1

Inumeri 1:20-29