Inumeri 1:12-17 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

12. kwaDan: uAhiyezere unyana ka-Amishadayi;

13. kwa-Ashere: uPagiyeli unyana kaOkran; kwaGadi:

14. uEliyasafu unyana kaDehuweli; kwaNafetali:

15. uAhira unyana kaEnan.

16. Ngabo abo babizwe libandla, abazizikhulu zezizwe zooyise, abaziintloko zamawaka akwaSirayeli bona.

17. OoMoses noAron bawathabatha loo madoda ahleliweyo ngamagama.

Inumeri 1