Intshumayeli 9:6 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Seluphelile kade uthando lwabo, nentiyo yabo, nekhwele labo; àbasenasabelo naphakade ezintweni zonke ezenzekayo phantsi kwelanga.

Intshumayeli 9

Intshumayeli 9:1-15