Intshumayeli 9:3 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Le yinto embi phakathi kwezinto zonke ezenzekayo phantsi kwelanga, ukuthi sibe sinye isihlo kubo bonke; ibe nentliziyo yoonyana babantu izele bububi; ibubugeza entliziyweni yabo besadla ubomi; emveni kwabo kuyiwa kwabafileyo.

Intshumayeli 9

Intshumayeli 9:1-7