Intshumayeli 9:12 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba umntu akalazi nexesha lakhe; njengeentlanzi ezibanjiswe ngomnatha ombi, nanjengeentaka ezibanjiswe ngomgibe, banjalo ukurhintyelwa kwabo oonyana babantu ngexesha elibi, xa libawele ngesiquphe.

Intshumayeli 9

Intshumayeli 9:11-18