Intshumayeli 9:10 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Yonke into esiyifumanayo isandla sakho ukuba siyenze, yenzé ngamandla akho; ngokuba akukho kwenza, nakucinga, nakwazi, nakulumka kwelabafileyo, apho uya khona wena.

Intshumayeli 9

Intshumayeli 9:7-15