Intshumayeli 9:1 Izibhalo Ezingcwele (XHO75)

Ngokuba yonke le nto ndayinyamekela ngentliziyo yam, ndayihléla yonke le nto, yokuba amalungisa, nezilumko, nemisebenzi yabo, isesandleni sikaThixo; nokuthanda nokuthiya, akukhona ekwazini kwabantu; le nto yonke basebeyimiselwe.

Intshumayeli 9

Intshumayeli 9:1-11